Uluka 18:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ekuvile oko uYesu, wathi kuye: “Kusekho into enye oyisweleyo: zithengise zonke izinto onazo, wabele amahlwempu imali leyo; woba nobutyebi ezulwini; uze kum, ube ngumlandeli wam.”

Uluka 18

Uluka 18:18-31