Uluka 17:4 Ibhayibhile (XHO96)

Nokuba uthe wakona kasixhenxe ngemini, waza wabuyela kuwe kasixhenxe ngemini, esithi: ‘Ndiv' intw' embi, ndixolele;’ wena uze umxolele.”

Uluka 17

Uluka 17:1-9