Uluka 16:18 Ibhayibhile (XHO96)

“Wonke umntu omalayo umfazi wakhe, azeke omnye, uyakrexeza; nomntu wonke ozeka umfazi owalene nendoda yakhe, uyakrexeza.”

Uluka 16

Uluka 16:11-19