Uluka 16:13 Ibhayibhile (XHO96)

“Akukho sicaka sinokukhonza iinkosi ezimbini, kuba siya kuyithiya le, siyithande leya, okanye sibambelele kule, siyidele leya. Aninako ukukhonza uThixo kwanobutyebi.”

Uluka 16

Uluka 16:3-21