Uluka 13:6 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu ke wabenzela lo mzekeliso: “Ubani wayenomkhiwane utyalwe esidiliyeni sakhe, weza efuna isiqhamo kuwo, waza akafumana nto.

Uluka 13

Uluka 13:2-8