Uluka 13:19 Ibhayibhile (XHO96)

Lufana nokhozo lwembewu yemostade, awaluthathayo umntu, waluhlwayela esitiyeni sakhe, lwaza lwakhula lwaba ngumthi, zathi iintaka zakha iindlwane zazo emasebeni awo.”

Uluka 13

Uluka 13:16-25