Uluka 12:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ekubeni kwakuhlanganisene amawaka-waka abantu ababebaninzi ngokokude banyathelane, uYesu wathi kubafundi bakhe kuqala: “Lilumkeleni igwele *labaFarasi elikukuzenzisa.

Uluka 12

Uluka 12:1-7