Uluka 11:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uYesu wathi kubo: “Ukuba ngaba ubani kuni uya kumhlobo wakhe ezinzulwini zobusuku, athi kuye: ‘Sihlobo, ndiboleke izonka zibe zithathu,

Uluka 11

Uluka 11:1-7