Uluka 11:32 Ibhayibhile (XHO96)

Ngomhla womgwebo abantu baseNiniva bophakama babamangalele abantu besi sizukulwana, kuba bona bâguquka ngentshumayelo kaJona,Jona 3:4-5 kanti ke omkhulu kunoJona nanku apha.”

Uluka 11

Uluka 11:25-33