Uluka 10:2 Ibhayibhile (XHO96)

isithi kubo: “Isivuno okunene sikhulu, kodwa bona abasebenzi bambalwa. Mbongozeni ke ngoko uMnini-ntsimi, ukuba athumele abasebenzi, baye kuvuna.

Uluka 10

Uluka 10:1-8