Uluka 1:80 Ibhayibhile (XHO96)

Wakhula umntwana, waya esomelela ngokomelela. Wayehlala entlango kwada kwayimini yokubonakala kwakhe kumaSirayeli.

Uluka 1

Uluka 1:75-80