Uluka 1:76 Ibhayibhile (XHO96)

Nawe ke, mntwana wam, wobizwa ngokuba *ungumshumayeli kaThixo uPhezukonke,kuba uya kuyibhulela umbethe iNkosi,uyigabulele izigcawu.

Uluka 1

Uluka 1:69-78