Uluka 1:54-56 Ibhayibhile (XHO96)

54. Wamxhasa uSirayeli umkhonzi wakhe,akayilibala inceba yakhe

55. awayethembise ngayo koobawo bethu,kuAbraham nakwinzala yakhe ngonaphakade.”

56. UMariya ke wahlala noElizabhete iinyanga ngathi zaba ntathu, waza wagoduka.

Uluka 1