Uluka 1:13 Ibhayibhile (XHO96)

Isithunywa eso sathi kuye: “Musa ukoyika, Zakariya. UThixo uwuvile umthandazo wakho. Umfazi wakho uElizabhete uya kuzala unyana. Uze umthiye igama elinguYohane.

Uluka 1

Uluka 1:9-18