Ujoweli 3:2 Ibhayibhile (XHO96)

ndoziqokelela zonke izizwe,ndizithobele kwintili kaYoshafati,apho ke ndozigweba khonangenxa yelifa lam abantu bam amaSirayeli.Kaloku bawasarhaze aziimbacu ezizweni,bawahlula-hlula umhlaba wam.

Ujoweli 3

Ujoweli 3:1-8