Ujoweli 2:23 Ibhayibhile (XHO96)

Vuyani nani, bemi baseZiyon.Yonwabani kuNdikhoyo uThixo wenu,kuba uninike ngobulungisa imvula yasekwindla,wanithululela izandyondyo zomvimbi ekwindla nasentlakohlaza,natsho nadla ngendeb' endala.

Ujoweli 2

Ujoweli 2:22-31