Ujoweli 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ababingeleli abalungiselela kwaNdikhoyo mabantywizise;ewe, mabalile phakathi kwegumbi lokungena neqonga,bathi: “Khawube nebuyambo, Ndikhoyo!Abantu abalilifa lakho mabangabi sisigculelo.Mabangabi ngundaba-mlonyeni wezizwe.Abantu mabangathethi ngabo besithi:‘Ud' abe phi na lo Thixo wabo?’ ”

Ujoweli 2

Ujoweli 2:7-25