Ujona 4:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uJona waphuma waya empuma yeso sixeko, waza ke wahlala phantsi. Wazakhela iphempe, waza wahlala emthunzini walo ukuze ayibukele kakuhle loo nto yayiza kwehla apho eNiniva.

Ujona 4

Ujona 4:1-6