wathi:“Ekubandezelekeni kwam ndakhala kuNdikhoyo,waza ke yena wandiphendula.Ndakhala ndisemathunjini engcwaba,waza ke wena waliva ilizwi lam.