Ujona 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

Abaqhubi benqanawa leyo baphakuzela, yangulowo nalowo wakhala *kuthixo wakhe. Umthwalo wenqanawa bawuphungulela elwandle, bezama ukuba ibe khaphukhaphu.Ke yena uJona wayesuke wehla wangena kumagumbi asezantsi, walala obentlombe.

Ujona 1

Ujona 1:1-8