Ujeremiya 7:32 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa liyeza ixesha xa ingayi kuba sabizwa ngokuba yiTofeti okanye intili kaBhen-hinom, koko ibizwe ngokuba yiNtili yeNtshabalalo, kuba kongcwatywa kude kuphele umhlaba,

Ujeremiya 7

Ujeremiya 7:26-34