Ujeremiya 52:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke umkhosi wamaKaledi wasukelisa, waza wamfumana uZedekiya nomkhosi wakhe wonke xa wayesesentilini yaseJeriko. Wahlukaniswa nomkhosi lowo, wona wasarhaka,

Ujeremiya 52

Ujeremiya 52:3-18