Ujeremiya 52:27 Ibhayibhile (XHO96)

Khona apho eRibhela kwelaseHamati ukumkani lowo wathi mababulawe.Ngaloo ndlela ke amaJuda afuduselwa ekuthinjweni, ahlukana nelizwe lakowawo.

Ujeremiya 52

Ujeremiya 52:23-30