Ujeremiya 52:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuqala kwakhe ukulawula uZedekiya wayeneminyaka emashumi mabini ananye, waza ke walawula eJerusalem iminyaka elishumi elinanye. Unina yayinguHamutali intombi kaJeremiya waseLibhena.

Ujeremiya 52

Ujeremiya 52:1-10