Ujeremiya 51:47 Ibhayibhile (XHO96)

Inene, iyeza imini yokuba ndizohlwaye izithixo zaseBhabheli.Ilizwe layo lonke liya kuhlaziswa,izidumbu zababuleweyo ziya kuqungquluza phakathi kuyo.

Ujeremiya 51

Ujeremiya 51:44-57