Ujeremiya 51:14 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo onamandla onke ufungile, ezifunga ngokwakhe,wathi: ‘Ndokutsho uzale ngabantu ngathi ziinkumbi.Iya kuba yimihelele bevuya ngenxa yokoyiswa kwakho.’

Ujeremiya 51

Ujeremiya 51:7-18