Ujeremiya 50:44 Ibhayibhile (XHO96)

Niyabona, njengengonyama ephuma kwiintshinyela zamatyholo eJordan,iye emadlelweni ahlala eyokozela,kuya kuba njalo ukuyigxotha kwam ngephanyazo kwelakowayo iBhabheli.Ngubani na onyuliweyo nendiya kumalatha ukuze andenzele oku?Kakade ngubani onjengam onokumelana nam,ingubani umalusi onokuxaba endleleni yam?”

Ujeremiya 50

Ujeremiya 50:37-46