Ujeremiya 50:4 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngaloo mihla nangelo xesha,”lowo ngumlomo kaNdikhoyo,“abantu bakwaSirayeli nabantu bakwaJudabaya kuhamba kunye belila,befuna uNdikhoyo uThixo wabo.

Ujeremiya 50

Ujeremiya 50:2-6