Ujeremiya 50:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yengqumbo kaNdikhoyo uya kuba sisixeko esingamiwa bani,indawo eyinkangala mpela.Bonke abadlulayo eBhabeli baya kothuka,bathi khumnqa ngenxa yokubhukuqwa kwayo.

Ujeremiya 50

Ujeremiya 50:12-20