Ujeremiya 50:12 Ibhayibhile (XHO96)

uya kuba neentloni gqitha unyoko iBhabheli;uya kuhlazeka onizeleyo.Niyabona, uya kuba ngowokugqibela ezintlangeni –intlango, umqwebedu, inkqantosi.

Ujeremiya 50

Ujeremiya 50:9-18