Ujeremiya 49:8 Ibhayibhile (XHO96)

Jikani nisabe, nizimele kwimiqolomba emnyama, nina bemi bakwaDedan.Ndiza kumhlisela ishwangusha uEsawu,kuba lifikile ixesha lokuba ndimohlwaye.

Ujeremiya 49

Ujeremiya 49:3-16