Ujeremiya 49:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ziya kuthinjwa iintente zabo nemfuyo yabo,kumkiwe nemikhusane yabo nempahla esezintenteni zabo,nditsho kwaneenkamela zabo.Kuya kumemezwa kubo kuthiwe:‘Lunxunguphalo macala onke!’

Ujeremiya 49

Ujeremiya 49:20-35