Ujeremiya 49:26 Ibhayibhile (XHO96)

Inene, amadodana aso aya kuwa ezitalatweni;onke amajoni aso aya kuthi cwaka ngaloo mini.”Ewe, nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo onamandla onke; uthi:

Ujeremiya 49

Ujeremiya 49:18-36