Iidolophu ziza kuthinjwa,iinqaba zakhona zihluthwe.Ngaloo mini intliziyo yamagorha akwaMowabhiiya kuba njengentliziyo yomfazi ophethwe yinimba.