Ujeremiya 48:30 Ibhayibhile (XHO96)

Nguwo ke lo umlomo kaNdikhoyo:“Ndiyakwazi ukuzidla kukaMowabhi, kodwa kungamampunge;ukuzigwagwisa kwakhe kulilize.

Ujeremiya 48

Ujeremiya 48:21-36