Ujeremiya 46:5 Ibhayibhile (XHO96)

Nibona ntoni ngoku?Bayankwantya; nâbo behlehla.Ayaswantsuliswa amagorha abo; acela kwabasicatyana; akabheki nangasemva.Lunxunguphalo macala onke, utsho uNdikhoyo.

Ujeremiya 46

Ujeremiya 46:1-9