Ujeremiya 45:1 Ibhayibhile (XHO96)

La ngamazwi *omshumayeli uJeremiya awawabhekisa kuBharuki unyana kaNeriya ngonyaka wesine ukumkani uJoyakim unyana kaYosiya elawula kwaJuda, xa uJeremiya wayewabizela uBharuki amazwi akhe, yena ewabhala encwadini. Athi:

Ujeremiya 45

Ujeremiya 45:1-5