Ujeremiya 44:19 Ibhayibhile (XHO96)

Baqokela bathi abafazi: “Ngokuya sasidla ngokwenza amaqebengwana anomfanekiso woKumkanikazi weZulu, uba amadoda ethu ayengayazi loo nto? Ayesazi naxa simenzela iminikelo ethululwayo.”

Ujeremiya 44

Ujeremiya 44:16-26