Ujeremiya 44:14 Ibhayibhile (XHO96)

Akuyi kubakho usindayo noya kusala kula masalela akwaJuda aphambukele kwelaseJiputa enethemba lokuba obuyela kwelakwaJuda esaphila. Inene, akukho uya kubuya konke, ngaphandle kwembinana eya kuphuncula.’ ”

Ujeremiya 44

Ujeremiya 44:4-16