Ujeremiya 43:5 Ibhayibhile (XHO96)

Suka yena uYohanan enabaphathi-mabutho waqokelela onke amasalela akwaJuda, bonke abo babebuyele kwaJuda bevela kumazwe ababethe saa kuwo,

Ujeremiya 43

Ujeremiya 43:1-13