Ujeremiya 43:11 Ibhayibhile (XHO96)

Uza kuyibetha iJiputa, abulale abo bamelwe kukufa, athimbe abo bafanelwe kukuthinjwa, abatyakatye ngekrele abo bamelwe kukufa ngekrele.

Ujeremiya 43

Ujeremiya 43:6-13