Ujeremiya 38:9 Ibhayibhile (XHO96)

“Noko, mhlekazi, imbi yonke le nto yenziwe ngala madoda kumshumayeli uJeremiya, ukweyelisela umntu emhadini apho aya kulamba afele khona xa kungasekho kutya esixekweni.”

Ujeremiya 38

Ujeremiya 38:5-13