Ujeremiya 38:7 Ibhayibhile (XHO96)

Zaya kufika kwigosa lasebhotwe uEbhedi-meleki, owayengumKushe, ezo ndaba zokuba uJeremiya weyehliselwe emhadini. Kwathi ukumkani esahleli ngakwiSango lakwaBhenjamin,

Ujeremiya 38

Ujeremiya 38:6-13