Ujeremiya 38:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke xa zithe iziphathamandla zeva ukuba bekhe sadibana, zize ke zithi kuwe: ‘Sixelele, ubusithini kukumkani, waza yena wathini kuwe? Ukuba uthethe konke, asiyi kukubulala,’

Ujeremiya 38

Ujeremiya 38:17-28