Ujeremiya 38:23 Ibhayibhile (XHO96)

“Bonke abafazi bakho nabantwana bakho baya kusiwa kumaKaledi. Wena akuyi kuphuncula esandleni sawo: uya kubanjwa ngukumkani waseBhabheli, nesi sixeko sitshatyalaliswe ngomlilo.”

Ujeremiya 38

Ujeremiya 38:14-25