Ujeremiya 36:8 Ibhayibhile (XHO96)

UBharuki unyana kaNeriya wenze njengoko wayalelwa ngumshumayeli uJeremiya, wabafundela abantu apho endlwini kaNdikhoyo loo mazwi ayebhalwe kuloo ncwadi.

Ujeremiya 36

Ujeremiya 36:1-16