Ujeremiya 36:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiza kumohlwaya, yena nenzala yakhe, namaphakathi akhe, ngenxa yobugwenxa ababenzileyo. Bona kunye nabemi baseJerusalem nabakwaJuda abandiphulaphulanga; ngoko ke ndiza kubahlisela intlekele ekukade ndibasongela ngayo.” ’ ”

Ujeremiya 36

Ujeremiya 36:27-32