Ujeremiya 36:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko utsho uNdikhoyo malunga noJoyakim ukumkani wakwaJuda ukuthi: “Yena akayi kuba namzukulwana uya kulawula esikhundleni sikaDavide. Isidumbu sakhe siya kulahlwa, sitshe lilanga emini, silale iqabaka ebusuku.

Ujeremiya 36

Ujeremiya 36:23-32