Ujeremiya 36:21 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ukumkani uYehudi makaye kuyilanda loo ncwadi. Waya kuyilanda ke egumbini likaElishama unobhala, wafika wayifundela ukumkani kunye neziphathamandla ezo ezazimngqongile.

Ujeremiya 36

Ujeremiya 36:14-22