Ujeremiya 35:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ndaya kubiza uYazaniya unyana kaJeremiya unyana kaHabhaziniya, nabantakwabo noonyana bakhe bonke. Ndawumema wonke umzi wamaRekabhi.

Ujeremiya 35

Ujeremiya 35:2-5